• 專輯:Phendula
  • 歌手: Zahara
  • 發行時間:2013.10
  • 作詞:B Mkutukane, M. Thebe, R. Malinga
  • 作曲:B Mkutukane, M. Thebe, R. Malinga
  • 編曲:

歌詞

錯誤回報

Ndashiy' izinto zam
Ndashiy' abazali bam
Ndikhangelana nobomi bam
Mmm, impil' inzima
Mmm, impil' inzima

Impil' inzima, ifun' abomrleleyo
Impil' inzima, ifun' abomrleleyo
Batsh' abadala, ifun' abomelelyo
Batsh' abadala, ifun' abomelelyo
Mmm, mmm, mmm

Ndatshintsha-tshintsh' umqondo wam
Awu! Kuya le nalena
Vula ingqondo yami
Vula amehlo wami
Ndamane ndenje nje, ndifeze ke
Ndamane ndenje nje, ndifeze ke
Mmm, mmm, mmm
Mmm, impil' inzima

Impil' inzima, ifun' abomrleleyo
Impil' inzima, ifun' abomrleleyo
Batsh' abadala, ifun' abomelelyo
Batsh' abadala, ifun' abomelelyo
Mmm, mmm, mmm